Uluhlu lwamagama

isiXhosa

I

Imodyuli
Iphakheji yesoftware enokuphinda isebenze, ekwabizwa ngokuba yilayibrari
English, Español, Français

U

Umkhethe
Ubalo-manani lunomkhethe ukuba lwenziwe ngendlela echanekileyo okanye ngokungaguquguqukiyo ngokwahlukileyo kwiparameter emele ukuba iqikelele.
variance, overfitting, classification, systematic_error
Deutsch, English, Español, Português, Setswana